Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.

Izimvo

Izinto ezisisiseko zomntu wonke ngezimvo; Ukuqonda izimvo njengombuki zindwendwe; Ukubhala izimvo ngombuki zindwendwe wakho; Emva kokuba uluvo lupapashiwe

Izinto ezisisiseko zomntu wonke ngezimvo

  • Indlela yokuyenza

    Izimvo zeendawo zokuhlala

    Intsapho yethu ixhomekeke kwizimvo ezithetha inyani nezingafihli nto. Ababuki zindwendwe neendwendwe babhala izimvo xa ixesha elihlelweyo liphelile. Nantsi inkcazelo ngendlela izimvo ezisebenza ngayo kwiindawo zokuhlala.
  • Indlela yokuyenza

    Izimvo ngezinto ezinokonwatyelwa

    Xa into enokonwatyelwa iphelile, iindwendwe zinokubhala uluvo lokuba bekunjani, ibe ababuki zindwendwe banokubhala impendulo eza kubonwa ngumntu wonke.
  • Indlela yokuyenza

    Izimvo zeenkonzo nezezinto ezinokonwatyelwa

    Izimvo yinxalenye ebalulekileyo yokwakha ukuthembana kuAirbnb. Fumanisa ukuba izimvo zisebenza njani kwiinkonzo nakwizinto ezinokonwatyelwa.
  • Indlela yokuyenza

    Shiya uluvo

    Ngaba ukulungele ukubhala uluvo? Funda indlela yokulubhala.
  • Ipolisi yentsapho

    Ipolisi Yezimvo yakwa-Airbnb

    Ipolisi yethu iyanceda ukuqinisekisa ukuba izimvo ziluncedo, zinenkcazelo efunekayo ibe zichanile kubabuki zindwendwee nakwiindwendwe.

Ukuqonda izimvo njengombuki zindwendwe

Ukubhala uluvo ngombuki zindwendwe wakho

  • Indlela yokuyenza

    Ubude bexesha onalo lokubhala uluvo

    Unexesha elilinganiselweyo emva kokuphela kwexesha oluhleliyo, kwenkonzo, okanye kwento enokonwatyelwa ukuze ubhale uluvo. Ungathumelela umbuki zindwendwe wakho umyalezo usebenzisa imiyalezo oyifumeneyo noyithumeleyo ka-Airbnb.
  • Indlela yokuyenza

    Ukushiya uluvo emva kokuba Umbuki Zindwendwe wakho erhoxisile

    Ukuba Umbuki Zindwendwe wakho uyakurhoxisa ukubhukisha kwakho kukho izinto ezimbalwa zokushiya uluvo onokukhetha kuzo.
  • Indlela yokuyenza • Undwendwe

    Izimvo zeqela leendwendwe

    Nantsi indlela izimvo ezisebenza ngayo xa ufake iindwendwe kwiqela lakho lohambo.

Emva kokuba uluvo lupapashiwe