Dlulela kumxholo
Siyaxolisa, ezinye iindawo zewebhusayithi ye-Airbnb azisebenzi kakuhle xa ungayivumelanga i-JavaScript.
Iziko Loncedo
– iphepha lokuqala
Khangela
Izinto ezicetyiswayo ziza kubonakala emva kokubhala kwindawo yokukhangela. Sebenzisa iaro enyukayo nehlayo ukuze uwahlole. Sebenzisa iqhosha elingu-enter ukuze uyikhethe. Ukuba ukhethe amabinzana, loo mabinzana ngawo aza kukhangelwa. Ukuba ucetyiswa ngelinki, ibhrawza iza kuya kwelo phepha.
Iphepha lokuqala
All topics
Ukukhangela nokubhukisha
Ukubhukisha iindawo zokuhlala
Izinto ezisisiseko ngokubhukisha
Izinto ezisisiseko ngokubhukisha
Izinto ekufuneka iindwendwe zizazi xa zibhukisha.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Ukubhukisha uhambo: into omele uyenze ukuba usemtsha
Funda ngendlela yokubhukisha ka-Airbnb, indlela yokuqinisekisa indawo yakho ebhukishiweyo, yokufaka izinto ezinokonwatyelwa okanye iinkonzo, yokwamkela izaphulelo ezikhethekileyo ezivela kumbuki zindwendwe ngqo, nezinto ezingakumbi.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Ixesha elikude onokulibhukisha kwangaphambili
Ukubhukishwa kunokwenziwa ukuya kutsho kwiminyaka eyi-2 ngaphambi kwexesha, nangona ukufumaneka kuxhomekeke kuMbuki Zindwendwe.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Ukubhukishela abahlobo nentsapho indawo yokuhlala
Xa umntu ebhukisha indawo yokuhlala yohambo lwakhe kuAirbnb kufuneka kubhukishe lo mntu uza kuhlala kuloo ndawo enokubhukishwa.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Ukutyelela indawo ngaphambi kokuyibhukisha
Sikhuthaza zonke iindwendwe ukuba zibhukishe zigqibe kuAirbnb ngaphambi kokuba zidibane nombuki zindwendwe ukuze ziqinisekise ukukhuseleka kwazo nezinto zazo eziyimfihlo.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Ukubhukisha iindawo zokuhlala apha naphaya
Ukuhlala apha naphaya yindawo ekuvumela wahlule ukuhlala kwexesha elide phakathi kwezindlu ezimbini ezahlukeneyo.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Ukuhlala kwindawo ka-Airbnb endaweni yokurenta
Fumana iindawo zokuhlala iintsuku eziyi-28 okanye ezingaphezulu kuAirbnb.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Ukuba lundwendwe olucingelayo
Ukususela ekubaliseni ibali lakho kwindawo yokuchaza ngawe ukuya ekushiyeni izimvo ezinyinyani, ukudibana nabanye abantu bentsapho yethu kubalulekile xa uhamba kunye nathi.
Isikhokelo • Undwendwe
I-AirCover yeendwendwe
Zonke iindawo zokuhlala ezibhukishwayo ziba neAirCover yeendwendwe. Ukuba kukho ingxaki enkulu kwindawo yakho ka-Airbnb umbuki zindwendwe wakho angakwazi ukuyilungisa, siza kukunceda ufumane indawo efanayo, kuxhomekeka ekufumanekeni kwendawo enexabiso elifanayo, okanye siza kukubuyisela yonke okanye inxalenye yemali yakho.
Imimiselo esemthethweni
I-AirCover yeendwendwe neinshorensi yohambo, yokubhukisha okanye yokukhusela ixesha oza kulihlala
I-AirCover yeendwendwe yahlukile kwinshorensi yohambo, yokubhukisha okanye yokukhusela ixesha oza kulihlala. Funda okungakumbi.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Ukuba isicelo sakho sokubhukisha asigqibekanga
Ukuqinisekiswa komntu ukuba ungubani, ukuhlolwa kokubhukisha, iingxaki zokubhatala neentsuku efumaneka ngazo indlu zezinye zezizathu ezinokubangela ukuba ungakwazi ukugqibezela ukubhukisha.
Indlela yokuyenza • Undwendwe
Mema iindwendwe kwinto ebhukishiweyo yeqela lakho
Mema iindwendwe ezikwiqela lakho ukuba zijoyine into yakho ebhukishiweyo. Emva kokuba ziyijoyinile, ziza kukwazi ukufumana inkcazelo yento ebhukishiweyo nayo yonke imiyalezo yombuki zindwendwe wakho.
Izihloko ezidibanayo
Izinto ezifunekayo ukuze ubhukishe
Ukuncokola nombuki zindwendwe nokuvalwa kweentsuku okwexeshana
Izicelo zokubhukisha